Uhlambululo LomphefumloIsampulu
KwabaseKolose 3 bayasikhuthaza ukuba sibeke iingqondo zethu kuThixo hayi kwizinto zasemhlabeni, ezibangela iingcinga zethu eziyityhefu. Enye yezona ndlela zibalaseleyo zokuqalisa ukujolisa iingcinga zakho kuThixo kukuchitha ixesha elingakumbi kunye Naye suku ngalunye emthandazweni nasekufundeni iLizwi lakhe.
Zeziphi ezinye zeengcinga ezinetyhefu ekufuneka uzitshintshe? Zeziphi ezinye iindlela onokuqalisa ngazo ukwenza olo tshintsho?
Zeziphi ezinye zeengcinga ezinetyhefu ekufuneka uzitshintshe? Zeziphi ezinye iindlela onokuqalisa ngazo ukwenza olo tshintsho?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church