Funda iLizwi kwi Bible App

Hamba neLizwi leNkosi naphi na ngokukhuphela iBible App emahala. Umamele iBhayibhile ye odiyo, wenze imithandazo, ufunde nabahlobo, nokunye okuninzi- mahala. Khetha kwiinguqulelo ezingapha kwe 2,400 ezikwiilwimi ezingapha kwe 1,600 kwi computer, fowuni, okanye i tablet yakho.

Khuphela i Bible App ngoku

IMAHALA. AKUKHO NTENGISO TU.

googleiosamazon
Khuphela iAppKhuphela iApp

Skena iQR Code ngonomyayi wakho ukukhuphela i Bible App.

Mobile Feature
googleappamazon

Nqakamshelana neLizwi leNkosi yonke imihla.

Yibayinxalenye yabahlali bezwe lonke abangaphaya kwe 500 million:

Ndisoloko ndinalo iZwi.

Ndiziphawulile iindawo ezibalulekileyo kum. Ndide ndayifunda yonke ngonyaka, ndibulela izifundo ezicwangcisiweyo.

Ikhuthazwa kakhulu

Ndiyayithanda into yoqhakamshelana nabahlobo kwaye nezifundo ezicwangcisiweyo ziluncedo. Le application inceda ekufundeni imihla yonke kuba kukho izikhumbuzo kwii plans. Indinika enye indlela yokusondela kuThixo. Yikhuphele, ufunde yonke imihla!

Iyamangalisa le app.

Ilunge kakhulu le app, ine'ntlobo ezininzi zeBhayibhile onokhetha kuzo. Nezi ze odiyo ziyamangalisa kwaye kulula ukuziqonda.

Intle kakhulu. Isoloko iphucuka!

Iinguqulelo ezininzi kunye neelwimi ezikhoyo, kwaye ezininzi ezinokukhutshelwa ukuze zifundwe ngaphandle kwe-intanethi. Iimbonakalo eziluncedo, njengokukwazi ukwenza amanqaku kunye neebhukhumakhi.

Eyona Bible app ebalaseleyo!

Ndiyayithanda indlela eneenguqulelo ezininzi kwaye kukho iivesi zosuku, ukuzinikela, izicwangciso kunye noluntu. Enkosi ngale app yasimahla. :)

Iinguqulelo ezininzi kunye nokufunda ngaphandle kwe-intanethi!

Ilungile kuba zininzi iinguqulelo ezahlukeneyo kwaye ndingakhuphela iinguqulelo ezinintzi zokufunda ngaphandle kwe-intanethi. Ndiyakwazi ukumamela le app.

IApp Enkulu!

Indinceda ndifunde ngakumbi ibhayibhile. Thanda ukukhangela kunye nokwabelana ngeempawu kunye neendlela ezahlukeneyo zokwabelana. Kwakhona njengeenguqulelo zesandi.

IApp Enkulu

Esi sixhobo esihle sokufunda kwiinguqulelo ezininzi. Ikwakulungele ukumamela ibhayibhile xa uqhuba.

Eyona Bible app!

Le yeyona Bible app elungileyo phaya. Inegama kwiilwimi ezahlukeneyo kunye neenguqulelo zokusetyenziswa kwi-intanethi nangaphandle kwe-intanethi. Inokuzinikela kuyo yonke into onokucinga ngayo. Unokuxhumana nabanye uze ekugqibeleni ufunde ngoThixo nangeLizwi lakhe.

Mamela iinguqulelo zeBhayibhile ye odiyo kunye ne: