Yiza naphi na
Khetha kwiinguqulelo ezingaphezu kwe 2400 zeBhayibhile ngaphezu kwe 1600 iilwimi kwikhompyutha yakho, ifowuni, okanye ithebhulethi -- ezininzi ezikhoyo njengeeBhayibhile ezirekhodiweyo.
Jonga Iinguqulelo zeBhayibhile
Yenze ibe yiBhayibhile yakho
Gqamisa okanye uphawule iivesi ozithandayo, yenza imifanekiso yeeVesi onokwabelana ngazo, kwaye unamathisele amaNqaku okuntu okanye abucala kwizicatshulwa zeBhayilile.
Faka i-App ngoku
IBible App isimahla, akukho ntengiso kwaye akukho kuthengwa kwe-app. Ifakwe kwizixhobo ezingaphezu kwesiqingatha sebhiliyoni!
Khuphela i-Bible App Yasimahla
Izicwangciso zokuFunda Zasimahla kunye nokuZinikela
Izicwangciso zeBhayibhile zikunceda uzibandakanye neLizwe likaThixo yonke imihla, kancinci ngexesha.