Uhlambululo LomphefumloIsampulu
ILizwi likaThixo lisinika umyalelo obaluleke gqitha esifanele sonke siwufake entliziyweni size siwuthobele. Loo myalelo sikukuba sithethe amazwi anika ubomi kwabanye ngalo lonke ixesha esilifumanayo.
Ngubani ofanele uqale ukuthetha naye amazwi anika ubomi? Uya kuyenza njani loo nto?
Ngubani ofanele uqale ukuthetha naye amazwi anika ubomi? Uya kuyenza njani loo nto?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church