Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Musa ukuwafaka ngaphakathi amazwi anetyhefu abanye abawathethayo ngawe. Ndaweni yaloo nto, Yikhwebule intliziyo yakho emazwini ayingozi, kwaye ngalo lonke ithuba olifumanayo, thetha amazwi obomi.
Ucinga ukuba kutheni sithanda ukuthetha amagama anetyhefu ngakumbi kunamazwi anika ubomi nangona singazimiselanga?
Ucinga ukuba kutheni sithanda ukuthetha amagama anetyhefu ngakumbi kunamazwi anika ubomi nangona singazimiselanga?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church