Uhlambululo LomphefumloIsampulu

Soul Detox

Usuku 13 LWE 35

Nanini na xa ucinga into entle ngomnye umntu, kufuneka ubaxelele. Sonke sifanele siphile ngaloo mgaqo, njengoko uya kusinceda sikhululeke ngakumbi ukuthetha amazwi anik’ ubomi.

Chaza ixesha apho wawukhuthazwa waza wanyuswa ngamandla amazwi akhuthazayo nanika ubomi.
Usuku 12Usuku 14

Malunga nesi Sicwangciso

Soul Detox

Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.

More

Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church