Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Asimele sithethe nje amazwi anika ubomi kwabanye, kodwa simele siwathethe nakwiimeko zethu nakwiziqu zethu. Amagama ayityhefu esiwathetha kuthi anokuba ngawona ayingozi kakhulu.
Zeziphi iindidi zamagama ayityhefu owathethayo kuwe? Ngawaphi amanyathelo ekufuneka uwathathe ukuze uyeke ukuthetha la magama ayityhefu kuwe?
Zeziphi iindidi zamagama ayityhefu owathethayo kuwe? Ngawaphi amanyathelo ekufuneka uwathathe ukuze uyeke ukuthetha la magama ayityhefu kuwe?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church