Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Kwananjengoko uzama ukuyeka ukuthetha amagama ayityhefu kwabanye, kuya kufuneka ujongane namagama ayityhefu athethwa kuwe. Ngenxa yoko, umele wenze oko iLizwi likaThixo lisixelela ukuba sikwenze xa abanye bethetha amazwi ahlabayo kuthi: Uze uyikhwebule intliziyo yakho kubo.
Woyigcina njani na intliziyo yakho emazwini anetyhefu?
Woyigcina njani na intliziyo yakho emazwini anetyhefu?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church