Uhlambululo LomphefumloIsampulu

Soul Detox

Usuku 5 LWE 35

Ingcinga eyityhefu iqulethe izinto eziyityhefu ezinokubangela ukugula kwanokufa. Siya kuchonga kwaye sichase zonke iingcinga eziyityhefu kwaye siya kuthatha indawo yezo ngcinga ngenyaniso kaThixo.

Uyihlaziya ngaziphi iindlela ingqondo yakho uze ugxininise iingcinga zakho enyanisweni kaThixo?
Usuku 4Usuku 6

Malunga nesi Sicwangciso

Soul Detox

Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.

More

Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church