Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Inyathelo elilandelayo ekulweni neengcinga zakho eziyityhefu kukuzithabathel’ indawo ezo ngcinga ngenyaniso kaThixo. Eyona ndawo ifanelekileyo yokufumana inyaniso kaThixo liLizwi lakhe.
Kutheni le nto kulula ukucinga iingcinga ezingalunganga kunokujolisa iingqondo zethu enyanisweni?
Kutheni le nto kulula ukucinga iingcinga ezingalunganga kunokujolisa iingqondo zethu enyanisweni?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church