Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Xa kuthethwa ngetyhefu yenkcubeko, eyona nto iphambili kukuba masibaleke esonweni nezinto ezinokusibangela ukuba senze isono. Kunoko, simele sizabalazele ukuphila ubomi obunyulu. Zabalazela ukufumana izinto ezibalulekileyo kuThixo hayi izinto ezibalulekileyo kwabanye abantu.
Zeziphi izinto ekufuneka uqale ukugxila kuzo eziya kukunceda usondele kuKristu?
Zeziphi izinto ekufuneka uqale ukugxila kuzo eziya kukunceda usondele kuKristu?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church