Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Enye indlela yokujongana nobudlelwane obuyingozi kukubuphelisa. Ibhayibhile izele yimizekelo yabantu abaqhawula ubudlelwane obuyingozi njengoYosefu nomfazi kaPotifare kwiGenesis 39.
Kweziphi iindidi zeemeko ovakalelwa kukuba kuya kuba yimfuneko ukuphelisa ubudlelwane obuyingozi?
Kweziphi iindidi zeemeko ovakalelwa kukuba kuya kuba yimfuneko ukuphelisa ubudlelwane obuyingozi?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church