Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Nangona kusenokungabi lula, ulwalamano lwakho oluyingozi lusenokukhula lude lube yingozi kangangokuba kusenokufuneka uluphelise. Namhlanje uya kufunda ngakumbi kwiLizwi likaThixo malunga nokuba kutheni ngamanye amaxesha kuyimfuneko ukuphelisa ubudlelwane obuyingozi, kunye nemizekelo yobudlelwane obuyingozi obuthe baphela.
Ucinga ukuba kutheni sikholisa ukuba nobudlelwane obuyingozi ebomini bethu endaweni yobusempilweni?
Ucinga ukuba kutheni sikholisa ukuba nobudlelwane obuyingozi ebomini bethu endaweni yobusempilweni?
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church