Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Abantu abalungileyo baya kukwakha, bakukhokhelele ngakuKristu, kodwa ukuba uphakathi kwabantu abangalunganga banokuba yityhefu kakhulu. Banokuwonakalisa umphefumlo wakho. Banokonakalisa ubudlelwane bakho nabanye abantu. Basenokukukhokelela ekuhendweni. Banokutsalela phantsi. Banokukususa ngokulula koko kulungileyo kukaThixo.
Ulwalamano oluyityhefu lubungcolise ngaziphi iindlela ubomi bakho nolwalamano lwakho noThixo?
Ulwalamano oluyityhefu lubungcolise ngaziphi iindlela ubomi bakho nolwalamano lwakho noThixo?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church