Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Xa sitolika yonke into ngokweLizwi likaThixo nobunyulu benyaniso yakhe, siya kuqonda ukuba zininzi izinto ezenziwa ngabantu ezingasisondeziyo kuThixo. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba sivavanye yonke into ngokweLizwi likaThixo kuba iBhayibhile iqulethe inyaniso epheleleyo. ILizwi likaThixo lifanele libe sisikhokelo sethu.
Kutheni ucinga ukuba kunzima kangaka ukuhluza iityhefu zenkcubeko kuluntu lwanamhlanje?
Kutheni ucinga ukuba kunzima kangaka ukuhluza iityhefu zenkcubeko kuluntu lwanamhlanje?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church