Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Uhlangabezana njani neetyhefu zenkcubeko xa udibana nazo? Uzivavanya ngokubuza le mibuzo: 1.) Ngaba ndisonwatyiswa sisono? 2.) Ngaba oku kuyamkholisa uThixo? Kwaye 3.) Ngaba oku kuyandilukuhla ukuba ndimke kuKristu?
Zeziphi ezinye izinto onokuzenza ukuze ususe ngokupheleleyo izinto eziyityhefu zenkcubeko ebomini bakho?
Zeziphi ezinye izinto onokuzenza ukuze ususe ngokupheleleyo izinto eziyityhefu zenkcubeko ebomini bakho?
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church