Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Ubuxoki obunobungozi obukholelwa luninzi lwethu kukuba wonke umntu uyayenza lonto, kulungile kuthi kwaye akusayi kusenzakalise. Inyaniso ikukuba ngenxa yoba wonke umntu eyenza, ayithethi kuthi ifanelekile lonto kuthi ngokomoya.
Uzibone njani iimpembelelo eziyityhefu ebomini bakho ziluchaphazela njani ulwalamano lwakho noThixo nabanye?
Uzibone njani iimpembelelo eziyityhefu ebomini bakho ziluchaphazela njani ulwalamano lwakho noThixo nabanye?
IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church