1
Eyesibini yokumkani 5:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
KEKALOKU u‐Nahamane, inkosi yomkosi wokumkani we‐Siriya, ebeyindoda enkulu ebusweni benkosi yake, nebekekileyo, ngokuba UYEHOVA wabenikile ngaye ulwoyiso kuma‐Siriya; wayeyindoda eligoṙa elikalipileyo kanjalo, kodwa ebelileperi.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yokumkani 5:1
2
Eyesibini yokumkani 5:10
Waza u‐Elisha watuma isigidimi kuye, esiti: Hamba uhlambe amaxesha abe sixe̔nxe e‐Yoredane, yaiya kubuya inyama yako ize kuwe, wauya kuhlambuluka.
Phonononga Eyesibini yokumkani 5:10
3
Eyesibini yokumkani 5:14
Wandula wehla, wazintywilisa e‐Yoredane amaxesha asixe̔nxe, njengelizwi lendoda KATIXO: yaza yabuya inyama yake, yaba njengenyama yomntwana omncinane, wahlambuluka ke.
Phonononga Eyesibini yokumkani 5:14
4
Eyesibini yokumkani 5:11
Kodwa waqumba u‐Nahamane, wemka, wati: Bona ke, bendisiti pakati kwam, woka apumele kum, eme, abize ngegama LIKAYEHOVA, LOTIXO wake, ashukumise isandla sake pezu kwendawo, apilise ileperi
Phonononga Eyesibini yokumkani 5:11
5
Eyesibini yokumkani 5:13
Zaza zasondela izicaka zake, zateta kuye, zati: Bawo! ukuba umprofite ebetetile kuwe into enkulu, ubungayi kuyenza na? kangakananina ngakumbi ke nxa ate kuwe: Hlamba, uhlambuluke.
Phonononga Eyesibini yokumkani 5:13
6
Eyesibini yokumkani 5:3
Yayisiti kuyo inkosikazi yayo: Ayaba inkosi yam yabisebusweni bomprofite ose‐Samariya! oko ebeya kuyipilisa kuso isilepero sayo.
Phonononga Eyesibini yokumkani 5:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo