1
Eyesibini yokumkani 4:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waye u‐Elisha esiti kuye: Ndiya kukwenzela nto nina? ndixelele ke, unanto nina endlwini? Wati yena: Isicakakazi sako asinanto endlwini, kupela liselwa leoli.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yokumkani 4:2
2
Eyesibini yokumkani 4:1
KEKALOKU umfazi otile ebafazini bonyana babaprofite wakala ku‐Elisha, esiti: Isicaka sako, indoda yam, sifile; nawe uyazi ukuba isicaka sako besimoyika UYEHOVA: usel’ efikile lowo ibinetyala kuye, ukuza kuzitabatela onyana bam bobabini babe ngamakoboka.
Phonononga Eyesibini yokumkani 4:1
3
Eyesibini yokumkani 4:3
Waza wati: Hamba, uboleke izitya ngapandle, kubo bonke abamelwane bako, izitya ezizé; ungakwenzi kuncinane ukuboleka kwako
Phonononga Eyesibini yokumkani 4:3
4
Eyesibini yokumkani 4:4
wandule ungene, uvale ucango pezu kwako napezu kwonyana bako, ute̔ kuzo zonke ezozitya, neso site ciki usibeke ecaleni.
Phonononga Eyesibini yokumkani 4:4
5
Eyesibini yokumkani 4:6
Kwati kwakuba izitya bezite ciki, wayesiti kunyana wake: Sisondeze kum kanjako isitya; kodwa wati kuye: Akuseko isitya. Yaza ioli yanqamka.
Phonononga Eyesibini yokumkani 4:6
6
Eyesibini yokumkani 4:7
Wandula weza, wayixelela indoda KATIXO; eyati: Hamba, utengise ngeoli leyo, uhlaule lowo unetyala kuye; uze upile wena nonyana bako ngeseleyo.
Phonononga Eyesibini yokumkani 4:7
7
Eyesibini yokumkani 4:5
Waza wemka kuye, waya wavala ucango pezu kwake napezu kwonyana bake; bona babesondeza kuye, naye wabesita̔.
Phonononga Eyesibini yokumkani 4:5
8
Eyesibini yokumkani 4:34
Waza wakwela, walala pezu kwomntwana, wabeka umlomo wake pezu kwowake umlomo, namehlo ake pezu kwawake amehlo, nezandla zake pezu kwezake izandla, wazitoba pantsi pezu kwake: yada inyama yomntwana yafudumala.
Phonononga Eyesibini yokumkani 4:34
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo