OOKUMKANI II 4:1
OOKUMKANI II 4:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku umfazi othile kubafazi boonyana babaprofeti wakhala kuElisha, esithi, Umkhonzi wakho indoda yam ifile. Ùyazi wena ukuba umkhonzi wakho lowo ebemoyika uYehova; ke umboleki-mali uze kubathabathela kuye oonyana bam bobabini, ukuba babe ngamakhoboka.
OOKUMKANI II 4:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umhlolokazi othile, omyeni wayengomnye wabashumayeli, wakhalela uElisha esithi: “Umyeni wam ongasekhoyo, isicaka sakho, nawe uyamazi ukuba ebemhlonele *uNdikhoyo. Kambe ke ngoku engasekho umntu awayenetyala kuye ufuna ukuthimba amakhwenkwe am amabini abe ngamakhoboka.”
OOKUMKANI II 4:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke kaloku umfazi othile woonyana babaprofeti wakhala kuElisha, esithi, Umkhonzi wakho, indoda yam, ubhubhile; yaye wena uyazi ukuba umkhonzi wakho wayemoyika uYehova, waza umbolekisi weza kubathabatha oonyana bam bobabini ukuba babe ngamakhoboka akhe.
OOKUMKANI II 4:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
KEKALOKU umfazi otile ebafazini bonyana babaprofite wakala ku‐Elisha, esiti: Isicaka sako, indoda yam, sifile; nawe uyazi ukuba isicaka sako besimoyika UYEHOVA: usel’ efikile lowo ibinetyala kuye, ukuza kuzitabatela onyana bam bobabini babe ngamakoboka.