OOKUMKANI II 4:6
OOKUMKANI II 4:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwathi, zakuzala izitya, wathi kunyana wakhe, Zisa esinye isitya kum. Wathi yena kuye, Akusekho sitya: yanqamka ke ioli.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4OOKUMKANI II 4:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zithe ke zakuzala zonke, wabhekisa kunyana wakhe wathi: “Yiza nenye kwakhona.” Kodwa ke yena wathi: “Ziphelile; akukho yimbi eseleyo.” Namafutha ke atsho aphela.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4