1
Eyesibini yokumkani 3:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ngokuba esitsho UYEHOVA ukuti: Aniyi kubona umoya, aniyi kubona nemvula; noko ke intili leyo iya kuzaliswa ngamanzi, naniya kusela nina, nenkomo zenu, nezilo zenu.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yokumkani 3:17
2
Eyesibini yokumkani 3:15
Kodwa kaloku ndiziseleni umculisi. Kwaye kute, akuculisa umculisi, sandula isandla SIKAYEHOVA seza pezu kwake
Phonononga Eyesibini yokumkani 3:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo