1
Eyesibini yokumkani 2:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kwabekute, bakuba bewelile, wandula wati u‐Elija ku‐Elisha: Cela into endiya kukwenzela yona, ndingekasuswa kuwe. Wayesiti u‐Elisha: Makekubeko isabiwo esipindiweyo somoya wako pezu kwam.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yokumkani 2:9
2
Eyesibini yokumkani 2:11
Kwaye kute ke, nxa bahambayo bemana beteta, nantsi inqwelo yomlilo inamahashe omlilo, eyasenza isahlulo pakati kwabo bobabini; waza u‐Elija wenyukela ezulwini ngesaqwiti.
Phonononga Eyesibini yokumkani 2:11
3
Eyesibini yokumkani 2:10
Waza wati: Ucelile into enqabileyo: noko, ukuba uyandibona ndakususwa kuwe, kwoba njalo kuwe; kodwa ukuba akundiboni, akuyi kuba njalo.
Phonononga Eyesibini yokumkani 2:10
4
Eyesibini yokumkani 2:14
Waza watabata ingubo ka‐Elija ebiwile kuye, wawabeta amanzi, wati: Upina UYEHOVA, UTIXO ka‐Elija? Kwa yena akuwabeta amanzi, ahluka wona nalapa napaya; wada wawela u‐Elisha.
Phonononga Eyesibini yokumkani 2:14
5
Eyesibini yokumkani 2:12
Wabona ke u‐Elisha, wadanduluka, esiti: Bawo wam, bawo wam! inqwelo yo‐Sirayeli, nabakweli babo! Wada akabi sambona; waza wabamba izivato zake, waziṙazula zaba ziziziba zibini.
Phonononga Eyesibini yokumkani 2:12
6
Eyesibini yokumkani 2:8
Waza u‐Elija watabata ingubo yake, wayisonga, wawabeta amanzi, ahluka wona nalapa napaya; bada bona bobabini bawela pezu kwowomileyo umhlaba.
Phonononga Eyesibini yokumkani 2:8
7
Eyesibini yokumkani 2:1
KWAYE kute, nxa UYEHOVA abeza kunyusa u‐Elija ngesaqwiti aye ezulwini, wandula wemka u‐Elija no‐Elisha e‐Gilegale.
Phonononga Eyesibini yokumkani 2:1
Home
Bible
Plans
Videos