OOKUMKANI II 2:10
OOKUMKANI II 2:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi, Ùcele into enzima; kodwa ke ukuba uthe wandibona ukususwa kwam kuwe, koba njalo, ukuba akuthanga undibone, akuyi kuba njalo.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 2OOKUMKANI II 2:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
UEliya wathi: “Ùcele into enzima, kambe ke ukuba undibonile xa ndahlukaniswa nawe, woyifumana; kungenjalo ke akunakuyifumana loo nto.”
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 2