OOKUMKANI II 4:5
OOKUMKANI II 4:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wemka ke kuye, wazivalela, yena noonyana bakhe; bezisa kuye bona, wathulula yena.
Share
Funda OOKUMKANI II 4OOKUMKANI II 4:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bahlukana ke, waza wazivalela noonyana bakhe apho endlwini. Bazizisa kuye iingqayi, waza ke yena wamana ezizalisa ngamafutha omnquma.
Share
Funda OOKUMKANI II 4