Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI II 5:1

OOKUMKANI II 5:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke kaloku uNahaman, umthethelimkhosi wokumkani wakwa-Aram,• waye eyindoda enkulu enkosini yakhe, ebekekileyo; ngokuba uYehova wayewanike ama-Aram usindiso ngaye. Loo ndoda yabe iligorha, ilikroti, kodwa ineqhenqa.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5

OOKUMKANI II 5:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ke kaloku uNahaman wayeyinjengele yomkhosi wokumkani wakwa-Aram. Yayingumfo ohlonitshwayo noxatyisiweyo nayinkosi yakhe. Kaloku kwakungaye lowo ukuze *uNdikhoyo awaphe uloyiso ama-Aram. Wayelikroti lomfo, nto nje eneqhenqa.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5

OOKUMKANI II 5:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ke kaloku uNahaman, umthetheli-mkhosi wokumkani wakwa-Aram, waye eyindoda enkulu phambi kokumkani wakhe, ebekekileyo; ngokuba uYehova wayewanike ngaye ama-Aram; naye wayeligorha elikhaliphileyo, kodwa eneqhenqa.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5

OOKUMKANI II 5:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

KEKALOKU u‐Nahamane, inkosi yomkosi wokumkani we‐Siriya, ebeyindoda enkulu ebusweni benkosi yake, nebekekileyo, ngokuba UYEHOVA wabenikile ngaye ulwoyiso kuma‐Siriya; wayeyindoda eligoṙa elikalipileyo kanjalo, kodwa ebelileperi.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo