KEKALOKU u‐Nahamane, inkosi yomkosi wokumkani we‐Siriya, ebeyindoda enkulu ebusweni benkosi yake, nebekekileyo, ngokuba UYEHOVA wabenikile ngaye ulwoyiso kuma‐Siriya; wayeyindoda eligoṙa elikalipileyo kanjalo, kodwa ebelileperi.
Funda Eyesibini yokumkani 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini yokumkani 5:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo