OOKUMKANI II 5:13
OOKUMKANI II 5:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bafika abakhonzi bakhe, bathetha naye, bathi, Bawo, ukuba umprofeti ubethethe into enkulu kuwe, ubungàyi kuyenza yini na? Kangakanani na ke xa athi kuwe, Hlamba, uhlambuluke?
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5OOKUMKANI II 5:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke zona izicaka zikaNahaman zaya kuye, zathi: “Nkosi, ukuba umshumayeli lowa ebethe yenza into enkulu kunale, ngaba ubungayi kuyenza na? Kukangakanani ke, nkosi, xa yena esithi: ‘Hlamba ukuze uhlambuluke’!”
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5