Uhlambululo LomphefumloIsampulu

Soul Detox

Usuku 21 LWE 35

Khetha ngokholo ukuba ungabeki ukholo lwakho kwimeko zoo "kungathini na", kodwa beka ukholo lwakho kuThixo nakuThixo kuphela. Oku kuya kukunceda ukuba ukhululeke kubukhoboka boloyiko oluyingozi.

Ziziphi iindlela omfuna ngazo uThixo rhoqo?
Usuku 20Usuku 22

Malunga nesi Sicwangciso

Soul Detox

Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.

More

Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church