Uhlambululo LomphefumloIsampulu
Ukulwa neengcinga zakho eziyityhefu, kufuneka uzichonge kwaye uzigatye. Njengoko eyesi-2 kwabaseKorinte 10 isixelela, umlo ochasene neengcinga zethu eziyityhefu awufani nezinye. Ayilodabi lenyama, kodwa lidabi lomoya elifuna uncedo lukaThixo ekulweni.
Zeziphi ezinye zezinto ezibangela iingcinga eziyityhefu ebomini bakho?
Zeziphi ezinye zezinto ezibangela iingcinga eziyityhefu ebomini bakho?
Malunga nesi Sicwangciso
Asingomzimba onomphefumlo. Singumphefumlo onomzimba. Ngelixa ihlabathi lisifundisa ngokufanelekileyo ukuba sikhuphe izinto ezimdaka emizimbeni yethu, ngamanye amaxesha kufuneka sikhuphe izinto ezimdaka emphefumlweni wethu. Esi sicwangciso seentsuku ezingama-35 siya kukunceda uchonge into ehliphula umphefumlo wakho, kwaye yintoni ekuthintelayo ukuba ube ngulomntu uThixo akudale ukuba ube nguye. Uya kufunda eLizwini likaThixo indlela onokuziphelisa ngayo ezi mpembelelo zonakalisayo uze wamkele ukuphila okucocekileyo komphefumlo wakho.
More
Sithanda ukubulela umfundisi uCraig Groeschel kwakunye neLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, Nceda utyelele ku: www.life.church