1
U‐Yisaya 45:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndandiya kunika kuwe indyebo ezisebumnyameni, nembekelo ezisezindaweni zokufihlela; ukuze ukwazi ukuba mna ndi NGUYEHOVA, okubizayo ngegama, UTIXO ka‐Sirayeli.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 45:3
2
U‐Yisaya 45:2
ndiya kuhamba pambi kwako, ndizilungelelanise indawo ezibugongxo; ingcango zexina ndoziqekeza, nemivalo yesincete ndiya kuyinqamla kubini.
Phonononga U‐Yisaya 45:2
3
U‐Yisaya 45:5-6
Mna ndi NGUYEHOVA, akuko wumbi; ngapandle kwam akuko UTIXO: ndikubinqisile, nakuba ungandazanga; ukuze kwaziwe kwa sekupumeni kwelanga, nasekutshoneni kwalo, ukuba akuko ongapandle kwam: mna ndi NGUYEHOVA, akuko wumbi
Phonononga U‐Yisaya 45:5-6
4
U‐Yisaya 45:7
imbange yokukanya, nomdali wobumnyama; umenzi woxolo, nomdali wobubi: mna ndi NGUYEHOVA, umenzi wezizinto zonke.
Phonononga U‐Yisaya 45:7
5
U‐Yisaya 45:22
Bekani kum, nize, nisindiswe, nonke nina zipelo zomhlaba! ngokuba ndinguye UTIXO, kungeko wumbi.
Phonononga U‐Yisaya 45:22
6
U‐Yisaya 45:1
Utsho ukuti UYEHOVA kumtanjiswa wake, ku‐Koreshe, endimbambayo ngesandla sake sokunene, ukuba kwoyiswe izizwe pambi kwake; nezinqe zokumkani ndozitukululela; ukuba kuvulwe pambi kwake ingcango zokuhlangana; namasango akayi kuvalwa
Phonononga U‐Yisaya 45:1
7
U‐Yisaya 45:23
Ndizifungile mna; kupumile ilizwi emlonyeni wam ngobulungisa, alisayi kubuya: lokuba oguqa kum onke amadolo, zifunge kum zonke ilwimi.
Phonononga U‐Yisaya 45:23
8
U‐Yisaya 45:4
Ngenxa yesicaka sam u‐Yakobi, no‐Sirayeli umqashwa wam, sendikubizile ngegama lako; ndikutiyile igama, nakuba ungandazanga.
Phonononga U‐Yisaya 45:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo