UISAYA 45:4
UISAYA 45:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngenxa yomkhonzi wam uYakobi, uSirayeli umnyulwa wam, ndakubiza ngegama lakho, ndakuthiya namanye amagama, ungàndazi.
Yabelana
Funda UISAYA 45UISAYA 45:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenxa yesicaka sam uYakobi, nditsho uSirayeli endimnyulileyo, ndikubize ngegama, ndakuthi jize ngesihomo nesithozela, nangona wena ungandazi nje.
Yabelana
Funda UISAYA 45