1
U‐Yisaya 44:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba ndiya kugalela amanzi pezu kwonxaniweyo, nezelo pezu kwowomileyo umhlaba; ndogalela umoya wam pezu kwenzalo yako, netamsanqeliso lam pezu kwabantwana bako
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 44:3
2
U‐Yisaya 44:6
Utsho UYEHOVA, ukumkani ka‐Sirayeli, nomkululi wake, UYEHOVA wemikosi, ukuti: Ndingowokuqala, ndingowokupela kanjalo; nangapandle kwam akuko UTIXO.
Phonononga U‐Yisaya 44:6
3
U‐Yisaya 44:22
Ndizicimile njengelifu eliyingqingqwa izigqito zako, nanjengelifu izono zako: buyela kum, ngokuba ndikukulule.
Phonononga U‐Yisaya 44:22
4
U‐Yisaya 44:8
Ningoyiki, ningabi nakwetuka kanjalo; andikuvisanga kwa kudala na, ndaxela ke? Ngako nina ningamanqi̔na am. Kuko UTIXO ngapandle kwam na? okunene akuko ilityekazi limbi; andilazi nalinye.
Phonononga U‐Yisaya 44:8
5
U‐Yisaya 44:2
Utsho UYEHOVA, umenzi wako, owakudalayo kwa sesizalweni, okuncedayo, ukuti: Ungoyiki, sicaka sam, Yakobi! nawe, Yeshurune! endimqashileyo.
Phonononga U‐Yisaya 44:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo