UISAYA 44:8
UISAYA 44:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musani ukunkwantya, ningajijitheki; andikuvisanga na kwanini, ndanixelela? Ningamangqina am. Kukho Thixo na, ingendim? Akukho liwa, andilazi mna.
Yabelana
Funda UISAYA 44UISAYA 44:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sanukuphakuzela, musan' ukuxhalaba; kaloku ndatsho kwamandulo, unangoku ke. Kambe nina ningamangqina am. Ngaba kukho Thixo wumbi na? Ngaba likho na elinye iXhadi? Unotshe! Mna andizange ndilibone.”
Yabelana
Funda UISAYA 44