1
U‐Yisaya 43:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Bona ke, ndiya kwenza into entsha; kakaloku iya kuhluma; aniyi kuyazi na? Ndoka ndenze indlela entlango, nemilambo ebugxwayibeni.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 43:19
2
U‐Yisaya 43:2
Nxa udlulayo pakati kwamanzi, ndoba nawe mna; napakati kwemilambo, ayiyi kukukukulisa: nxa uhambayo emlilweni, akuyi kuṙauka; kanjako ilangatye aliyi kukutshisa.
Phonononga U‐Yisaya 43:2
3
U‐Yisaya 43:18
Ningakumbuli izinto zapambili; nezinto zakudala ningazigqali.
Phonononga U‐Yisaya 43:18
4
U‐Yisaya 43:1
Kodwa kaloku, utsho UYEHOVA owakwenzayo, Yakobi! nalowo owakudalayo, Sirayeli! ukuti: Ungoyiki, ngokuba ndikukulule; ndikubizile ngegama; wena ungowam.
Phonononga U‐Yisaya 43:1
5
U‐Yisaya 43:4
Ngenxa yokuba ubunqabile emehlweni am, ubunokubekwa, nam ndikutandile; ngako ndinikile abantu esikundleni sako, nentlanga esikundleni sobomi bako.
Phonononga U‐Yisaya 43:4
6
U‐Yisaya 43:3
Ngokuba mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wako, oyingcwele ka‐Sirayeli, umsindisi wako; ndinikile i‐Jipete ibe sisizi sako, i‐Tiyopiya ne‐Seba esikundleni sako.
Phonononga U‐Yisaya 43:3
7
U‐Yisaya 43:5
Ungoyiki, ngokuba ndinawe mna; ndovelisa inzalo yako empumalanga, ndikubute nasentshonalanga.
Phonononga U‐Yisaya 43:5
8
U‐Yisaya 43:25
Mna, mna ndinguye, ocimayo izigqito zako ngenxa yokwam; nezono zako andiyi kuzikumbula.
Phonononga U‐Yisaya 43:25
9
U‐Yisaya 43:10
Nina ningamanqi̔na am, utsho UYEHOVA, nesicaka sam, endisiqashileyo; ukuze nikwazi, nikolwe kum, niqonde ukuba ndinguye: ngapambi kwam bekungadalwa namnye utixo, nasemva kwam akuyi kubako namnye.
Phonononga U‐Yisaya 43:10
10
U‐Yisaya 43:11
Mna, mna ndi NGUYEHOVA; akuko namnye umsindisi ngapandle kwam.
Phonononga U‐Yisaya 43:11
11
U‐Yisaya 43:13
Kwa ungekabiko umhla, ndinguye; akuko ongahlangulayo esandleni sam; ndiya kusebenza, ngubanina ke oya kukunqanda?
Phonononga U‐Yisaya 43:13
12
U‐Yisaya 43:20-21
Izilo zasendle zondibeka, incu̔ka nenciniba; ngokuba ndiya kunika amanzi entlango, nemilambo ebugxwayibeni, kusezwe abantu bam, abaqashwa bam. Ababantu ndibadalele mna; udunyiswa lwam bolubalisa.
Phonononga U‐Yisaya 43:20-21
13
U‐Yisaya 43:6-7
Ndoti kuyo inode: Ku̔pa; nakuyo isuyide: Ungatinti; velisa onyana bam kwa kude, nentombi zam ekupeleni kwomhlaba; bonke ababizwayo ngegama lam, endibadalele ubungcwalisa bam, endibayilileyo, ewe, endibenzileyo.
Phonononga U‐Yisaya 43:6-7
14
U‐Yisaya 43:16-17
Utsho ukuti UYEHOVA, owenzayo indlela pakati kwolwandle, nomzila pakati kwamanzi anamandla; owaku̔pa inqwelo namahashe, umkosi nabanamandla; — balala pantsi ndawonye; ababuya besuke; babecinyiwe, bafa njengomsonto wesibane
Phonononga U‐Yisaya 43:16-17
15
U‐Yisaya 43:15
Mna ndi NGUYEHOVA, oyingcwele wenu, umdali wo‐Sirayeli, ukumkani wenu.
Phonononga U‐Yisaya 43:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo