UISAYA 43:4
UISAYA 43:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngenxa yokuba unqabile emehlweni am, uzukile, mna ke ndikuthandile; ndirhola abantu esikhundleni sakho, nezizwe esikhundleni sobomi bakho.
Yabelana
Funda UISAYA 43UISAYA 43:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kum uxabisekile ke kambe; yeka elo wonga, andikuthandi ngako! Ndincam' izizwe ngenxa yakho; ndinikezel' iintlanga, ndizuze wena.
Yabelana
Funda UISAYA 43