oxelayo kwa sekuqaleni okwokupela, nasemaxesheni apambili izinto ezingekenziwa, esiti: Icebo lam liya kuma, nayo yonke intando yam ndiya kuyenza: obizayo intakakazi ivele empumalanga, nendoda yokuceba kwam elizweni elikude: ewe, nditetile, ndokuzisa kubako kanjako; ndicingile, ndiya kukwenza kanjako.