U‐Yisaya 45:3

U‐Yisaya 45:3 XHO1902A

Ndandiya kunika kuwe indyebo ezisebumnyameni, nembekelo ezisezindaweni zokufihlela; ukuze ukwazi ukuba mna ndi NGUYEHOVA, okubizayo ngegama, UTIXO ka‐Sirayeli.