UISAYA 45:1
UISAYA 45:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Utsho uYehova kumthanjiswa wakhe, kuKoreshi, endimbambe ngesandla sokunene, ukuba ndizinyathele iintlanga phambi kwakhe; ndikhulùle amanqe ookumkani, ukuba ndizivule iingcango ezingambini, namasango angabi nakuvalwa
UISAYA 45:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wenjenje *uNdikhoyo ukuthetha nomthanjiswa wakhe uKoreshi, amthe jize ngegunya namandla oloyiso jikelele, khon' ukuze avuthulule ookumkani, avulelwe zonke iingcango, angathintelwa ngamasango esixeko
UISAYA 45:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uYehova kumthanjiswa wakhe, kuKoreshi, endimbambe ngesandla sakhe sokunene, ukuba ndizinyathele iintlanga phambi kwakhe; ndiwakhulule amanqe ookumkani, ukuba ndivule iingcango ezimbini phambi kwakhe; neengcango mazingavalwa
UISAYA 45:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Utsho ukuti UYEHOVA kumtanjiswa wake, ku‐Koreshe, endimbambayo ngesandla sake sokunene, ukuba kwoyiswe izizwe pambi kwake; nezinqe zokumkani ndozitukululela; ukuba kuvulwe pambi kwake ingcango zokuhlangana; namasango akayi kuvalwa