I-Advent: UKristu uyeza!Sample
![Advent: Christ Is Coming!](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F760%2F1280x720.jpg&w=3840&q=75)
I-Advent lixesha leeveki ezi-4 zokulinda okulindelweyo kubhiyozelwa kwihlabathi jikelele. Lixesha lokuba silungise iintliziyo zethu ukuba zibone uMsindisi wethu, uMesiya owayeprofetiwe. Lixesha lokucamngca nelokufundisa abantwana bethu ngokuzalwa kukaYesu yintombi enyulu, ubomi, ukufa nokuvuka kukaYesu. Yanga eli xesha lonyaka lingazibuyisela umva iintliziyo zethu ekucingisiseni ngento eyenziweyo kwaye lisiqhubele phambili kunyaka omtsha wokulindela nokulungela ukubonakala Kwakhe okulandelayo okuzukileyo!
KHANYISA IKHANDLELA
Silindele uMesiya!
Cacisa nge-Advent kusapho lwakho kwaye wenze izicwangciso zakho zeli xesha mihla le. Yenza iinotshi ezingama-25 okanye amanqaku kwikhandlela elide uze ubhale amanani 1-25 (ngephawu elisisigxina) ecaleni kwenqaku ngalinye. Khanyisa ikhandlela ngokuhlwa qho njengoko nivula iLizwi likaThixo umntu eyedwa okanye njengosapho nize nilivumele livuthe inqaku elinye ngobusuku ngabunye.
FUNDA ISIBHALO
UMnqophiso kaThixo neNdalo kunye noMntu
IGenesis 1:27-28, 2:16-17 noYeremiya 33:19-22.
PHENDULA NGOKUNQULA
Nqula ngoBomi Bakho
UThixo uhlala ezigcina izithembiso zomnqophiso wakhe. ILizwi lakhe liqinisekile. Ngaba uyamthemba?
Wabekele indlebe amazwi akho. Ngaba uyazigcina izithembiso zakho?
Ngaba uthetha le nto uyithethayo kwaye uthetha into oyithethayo?
Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.
Nqula ngeNgoma
Cula, "All Creatures of Our God and King."

Malunga nesi Sicwangciso
![Advent: Christ Is Coming!](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F760%2F1280x720.jpg&w=3840&q=75)
Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.
More
Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org