I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 2 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

Silindele uMesiya!
Ngaba uye wawahoya amazwi akho? Ingaba aqinisekile?

FUNDA ISIBHALO

Isiprofeto Sokuqala SoMesiya Ozayo
IGenesis 3:1-15

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
UYesu noSathana baya kulwa. Ngubani oza kuphumelela? Imbewu yomfazi yenzakala, kodwa uSathana uyatyunyuzwa. UYesu umeyise njani uSathana ebomini bakho? Ubomi bakho bubonakalisa njani ukuba unombulelo kuYesu?

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "O Come, O Come Emmanuel."
Usuku 1Usuku 3

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org