I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu
KHANYISA IKHANDLELA
Silindele uMesiya!
Ziziphi iindlela ohamba ngazo noThixo ngokukholwa kuYesu?
FUNDA ISIBHALO
Umqondiso womnqophiso kaThixo noNowa
IGenesis 9:8-17
PHENDULA NGOKUNQULA
Nqula ngoBomi Bakho
Umnyama ukwarhangqa itrone kaThixo (bona ISityhilelo 4:3). Ucinga ntoni xa ubona umnyama? Ngaba uyamdumisa uThixo ngokugcina umnqophiso wakhe?
Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.
Nqula ngeNgoma
Cula, "Angels From the Realms of Glory."

IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.
More
Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org