I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 7 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

Silindele uMesiya!

FUNDA ISIBHALO

Umnqophiso ongunaphakade ka-Abraham kuzo zonke izizukulwana
INdumiso 105:1-10

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
Sizifumene iintsikelelo zomnqophiso kaThixo noAbraham (bona amaGalati 3:14). Phinda ufunde iNdumiso 105:1. Nitshintshisane ngokuxelelana ukuba isixelela ukuba senze ntoni na. Ngaba siphila ngaloo ndlela?

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "Joy To The World."
Usuku 6Usuku 8

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org