I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu
KHANYISA IKHANDLELA
Silindele uMesiya!
For what laws are you most thankful?
FUNDA ISIBHALO
Amacwecwe oMnqophiso, iMithetho eli-10
Duteronomi 9:9-11 kunye ne-Eksodus 34:28-35
PHENDULA NGOKUNQULA
Nqula ngoBomi Bakho
Ubuso bukaMoses babonakaliswa xa wayethetha noThixo. Ukuchitha ixesha kunye noThixo bukwenza njani ubomi bethu bukhanye?
Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.
Nqula ngeNgoma
Cula, "O Come, O Come Emmanuel."
Silindele uMesiya!
For what laws are you most thankful?
FUNDA ISIBHALO
Amacwecwe oMnqophiso, iMithetho eli-10
Duteronomi 9:9-11 kunye ne-Eksodus 34:28-35
PHENDULA NGOKUNQULA
Nqula ngoBomi Bakho
Ubuso bukaMoses babonakaliswa xa wayethetha noThixo. Ukuchitha ixesha kunye noThixo bukwenza njani ubomi bethu bukhanye?
Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.
Nqula ngeNgoma
Cula, "O Come, O Come Emmanuel."
Malunga nesi Sicwangciso
Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.
More
Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org