I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 14 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

Silindele uMesiya!
Yintoni entsha oyifundileyo ngoYesu izolo?

FUNDA ISIBHALO

UKumkani noBukumkani Buyeza! UDavide uthanjiswa njengoKumkani!
1 kaSamuweli 16:4-13

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
UMoya kaThixo wamfikela uDavide; UMoya oyiNgcwele usenza sikwazi ukwenza oko uThixo asibizele kona. Ungaxhomekeka njani kumandla kaMoya oyiNgcwele, ingekuko okwakho?

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "Angels We Have Heard on High."
Usuku 13Usuku 15

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org