I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 17 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

Silindele uMesiya!
Ubomi bakho namhlanje bubonakalise njani ukumoyika uYehova?

FUNDA ISIBHALO

Umnqophiso kaThixo noDavide
INdumiso 89:1-4

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
UThixo ubonakalisa uthando lwakhe olungagungqiyo nokuthembeka. Khangela amagama athi uthando nokuthembeka kwisichazi-magama seBhayibhile uze uxubushe ngendlela uThixo aye wakubonisa ngayo oko kuwe nakusapho yakho.

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "Joyful, Joyful, We Adore Thee."
Usuku 16Usuku 18

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org