I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

KHANYISA IKHANDLELA
Silindele uMesiya!
Ngaba ukhe wacinga ngawe njenge gusha yakhe ngakumbi namhlanje??
FUNDA ISIBHALO
UKumkani onguMsindisi uyeza!
uZekariya 9:9-11
PHENDULA NGOKUNQULA
Nqula ngoBomi Bakho
Umntu akanako ukuwugcina umthetho kaThixo, umnqophiso wakhe wobulungisa. Igazi limele liphalazwe ukuze kuxolelwe izono. Chitha ixesha elithile uvuma izono zakho kwaye umbulele uThixo ngegazi lomnqophiso elihlangula emhadini.
Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.
Nqula ngeNgoma
Cula, "Joy to the World!"

IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.
More
Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org