I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 24 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

Imini kaMesiya isondele!
Ngaba unokukhumbula ubomi ngaphambi kokuba umazi uKristu?

FUNDA ISIBHALO

Uzelwe yiNtombi Enyulu
uMateyu 1:18-25

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
UYesu wazalwa yintombi enyulu. Kutheni oko kubalulekile? UYesu wayengumntu ngokupheleleyo kwaye enguThixo ngokupheleleyo - akakho omnye umntu.

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "Silent Night" and "Away in a Manger."
Usuku 23Usuku 25

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org