I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu

Advent: Christ Is Coming!

Usuku 25 LWE 91

KHANYISA IKHANDLELA

UMesiya ulapha!

FUNDA ISIBHALO

UMsindisi, onguKristu iNkosi
kuLuka 2:1-21

PHENDULA NGOKUNQULA

Nqula ngoBomi Bakho
UYesu, Intsikelelo kuzo zonke izizwe
UMprofeti, uMbingeleli kunye noKumkani
Ukuzalisekiswa koMnqophiso oMdala, uMbhali kunye noMgcini woMnqophiso oMtsha
Oyena Mprofeti mkhulu, uMbingeleli oMkhulu, kunye noKumkani wookumkani

Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.

Nqula ngeNgoma
Cula, "Angels, from the Realms of Glory" and "Joy to the World."
Usuku 24Usuku 26

Malunga nesi Sicwangciso

Advent: Christ Is Coming!

Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.

More

Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org