I-Advent: UKristu uyeza!Isampulu
KHANYISA IKHANDLELA
UMesiya ulapha!
Kuthetha ukuthini ukuncama ubomi bethu ngenxa yomnye?
FUNDA ISIBHALO
Ixabiso lokungathobeli kuka-Adam kunye nomvuzo wokuthobela kukaKristu
KwabaseRoma 5:18-19
PHENDULA NGOKUNQULA
Nqula ngoBomi Bakho
Isono nemiphumela yaso saba neziphumo emibi. Makadunyiswe uThixo kuba Wenza indlela yentlawulelo ngobabalo, ngomsebenzi kaKristu!
Nqula ngomthandazo
Sebenzisa iSibhalo ukunqula, ukuvuma, ukudumisa, nokubulela uThixo.
Nqula ngeNgoma
Cula, "Come, Thou Fount of Every Blessing."

IsiBhalo
Malunga nesi Sicwangciso
Esisicwangciso se-Advent sivela kwiThistlebend Ministries, sesosapho okanye abantu ngabanye ukuba silungise iintliziyo zethu ukuba sibhiyozele uMesiya. Kugxininiswa ngokukhethekileyo koko kuthethwa kukuza kukaKristu ebomini bethu namhlanje. Yenzelwe ukuqalisa nge-1 kweyoMnga. Yanga usapho lwakho lungenza iinkumbulo ezihlala ixesha elide njengoko usebenzisa esi sikhokelo ukuze ubone uthando lukaTata olungagungqiyo, lomnqophiso komnye nomnye wenu.
More
Sithanda ukubulela iThistlebend Ministries ngokubonelela ngesi sicwangciso.
Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.thistlebendministries.org